Obituary
Ntombomzi (Mantulu) Klaas wazalwa ngomhla we 23 Sept 1966, ezalelwa eGwali, eDikeni. Uzalwa ngu Fanele Klaas umNtlotshane kunye noNomajamani Nombombo intombiyakwaNcobeni. Abazali bakhe sele basandulele.
Amabanga wakhe a phantsi uwafunde eFestile Soga Primary School waze aphezulu wawafunda eLukhanyisweni High School, eMsobomvu.
Imfundo enomsila uyenze eGood Hope College. Apho uphumelele iJunior Primary Teachers Diploma ngo 1996. Uqhubeke wenza ethe vetshe e Pretoria University, apho aye waphumelela i Higher Diploma in Education.
Ngo 1997 waqalisa ukufundisa eMasivuke Primary School de wasutywa kukufa emva kokugula ixesha elide. Uye wasutywa kukufa nge 16th April 2022. Bazalwa bengabantwana abalishumi, a Madodana amathandathu {6} kunye ngentombi ezinye (4) abanye sele belandulele Eli. Ushiya ngasemva ubhuti wakhe Wanda, dadewabo ababini Veronica kunye Ntombovuyo nyanawakhe uSipho abatshana kunye nabazukulwana ababini. Kwakhanya no Enzo kuhle.
Phumla ngo xolo mamthembu Ntlotshi sobonana kwelizayo
Program
Coming soon…
Location
Watch Live
Continuation
All is well Mzala, siyabulela ngobomi bakhe.
Lala ngoxolo Mantlotshi sokukhumbula oloncumo lwakho nobobuhle bakho
Thanks for information
Siyabonga ngolwazi